click

Date: 2/11/2008

ihambo 01

Molweni zithandwa zezulu,omnye umzalwalwane wayengqina,wathi 'akumnandanga ukusindiswa' kwathi gxungu,angatsho njani na umkhozi kuse kwathini,'kuhle ukusindiswa'wagqibezela,,ndiyabon' ukuba umkonzi was facing test nd tribulation,lol.GIF ndiyanamkela kwi hambo,apho,sibalisa ngehambo yabazalwane,kusekuninzi okuzayo


Comments (2)
Blogs
Main