click

Date: 2/13/2008 4:16:59 PM
Nickname: GOD's ADORABLE GAL
Comment: First of all ndithanda ukubulela umntu o wenze le sty.Mna when i waz young ndandi khonza impilo yam ndiyinikele ku THIXO kodwa ndithe ndofika e high skul ndayi njubaqa eyonqena icawa ndi funa u kuba ngum ntwana ka Thixo again,ndiya Thandaza ndiyacela nani nindithandazise ubomi bam bu lawulwe ngu Yehova .Bye and bear in mind the Lord loves you all

Date: 2/11/2008 12:46:42 PM
Nickname: Sms
Comment: Xa sithetha inyani,ubomi jikele bunzima,nokuba ukweliphi ingqanaba lo bomi,uzakundigqinela.Eyonato endizama ukuyithetha yeyokubana,nangona wayesithi kuhle,wayenyanisele,yintwentle ukusindiswa,ayoncitho xesha,yintando kaThixo,angeze ubazi ubuncwane bokwamkela uYesu,ungathanga wamamkela,baninzi abaphoswayo,singabantu sibopha abazalwane ngabhanti linye,ngexa ubani esenza into ethile siye sithi akukho ntsindiso,sibe singaqondanga

Return to blog
Blogs
Main